Urute 1:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka yena noomolokazana bakhe, ebuya elizweni lakwaMowabhi; ngokuba weva eselizweni lakwaMowabhi, ukuba uYehova ubavelele abantu bakhe ngokubanika isonka.

Urute 1

Urute 1:3-14