Uobhadiya 1:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Onke amadoda abenqophisene nawe akukhaphile, ada esa emdeni; akulukuhlile, akweyisile amadoda abexolelene nawe. Isonka sakho asenze inxeba okulalwa ngalo, phantsi kwakho. Akukho kuqonda kuye.

Uobhadiya 1

Uobhadiya 1:1-9