Uobhadiya 1:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abathinjwa bakule mpi yonyana bakaSirayeli baya kubahlutha abangamaKanan, bade base eTsarefa, abathinjwa baseYerusalem abaseSefaradi bahluthe imizi yelasezantsi.

Uobhadiya 1

Uobhadiya 1:12-21