Unehemiya 9:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabanika izikumkani nezizwe, wabahlulahlula ngokwemida yabo; balihlutha ilizwe lakwaSihon, ilizwe lokumkani waseHeshbhon, kwanelizwe likaOgi ukumkani waseBhashan.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:16-25