Unehemiya 9:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabanika umoya wakho olungileyo, ukuba ubaqononondise; akuwuvimbanga umlomo wabo imana* yakho, wabanika amanzi ngenxa yenxano labo.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:18-30