Unehemiya 8:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baphuma abantu, bawàzisa, bazenzela iminquba, elowo phezu kwendlu yakhe, nasezintendelezweni zabo, nasezintendelezweni zendlu kaThixo, nasendaweni yembutho yesango lamanzi, nasendaweni yembutho yesango likaEfrayim.

Unehemiya 8

Unehemiya 8:15-18