Unehemiya 8:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kubo, Yiyani, nidle amanqatha, nisele izinto ezinencasa, nise isabelo kwabangalungiselwanga nto; ngokuba le mini ingcwele kwiNkosi yethu. Musani ukuba buhlungu; ngokuba uvuyo lukaYehova ligwiba lenu.

Unehemiya 8

Unehemiya 8:9-17