Unehemiya 7:72 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Okwanikwayo ngabanye abantu ibe iyigolide engamawaka amashumi amabini eedarike, nesilivere engamawaka amabini, namashumi amathandathu anesixhenxe eengubo zangaphantsi zababingeleli.

Unehemiya 7

Unehemiya 7:69-73