Unehemiya 7:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngabo aba oonyana belizwe lakwaYuda, abanyukáyo kwabathinjiweyo basemfudusweni, awayebafudusile uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabheli, ábabuyela eYerusalem nakwaYuda, elowo wabuyela emzini wakowabo,

Unehemiya 7

Unehemiya 7:4-10