Unehemiya 7:53-57 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

53. oonyana bakaBhakebhuki, oonyana bakaHakufa, oonyana bakaHarehure,

54. oonyana bakaBhatseliti, oonyana bakaMehida, oonyana bakaHarsha,

55. oonyana bakaBharkosi, oonyana bakaSisera, oonyana bakaTama,

56. oonyana bakaNetsiha, oonyana bakaHatifa.

57. Oonyana babakhonzi bakaSolomon: oonyana bakaSotayi, oonyana bakaSoferete, oonyana bakaPerida,

Unehemiya 7