Unehemiya 7:43-45 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

43. AbaLevi: oonyana bakaYeshuwa noKademiyeli, koonyana bakaHodeva, ibingamashumi asixhenxe anabané.

44. Iimvumi: oonyana baka-Asafu ibilikhulu, elinamanci mané anesibhozo.

45. Abamasango: oonyana bakaShalum, oonyana baka-Atere, oonyana bakaTalemon, oonyana baka-Akubhi, oonyana bakaHatita, oonyana bakaShobhayi, ibilikhulu, elinamanci mathathu anesibhozo.

Unehemiya 7