Unehemiya 7:28-32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. Amadoda aseBhete-azemavete ibingamashumi amané anamabini.

29. Amadoda aseKiriyati-yeharim, neKefira, neBheroti ibingamakhulu asixhenxe, anamanci mané anamathathu.

30. Amadoda aseRama neGabha ibingamakhulu amathandathu, anamanci mabini ananye.

31. Amadoda aseMikimas ibilikhulu, elinamanci mabini anamabini.

32. Amadoda aseBheteli neAyi ibilikhulu, elinamanci mabini anamathathu.

Unehemiya 7