Unehemiya 6:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo ùmise abaprofeti bokumemeza ngawe eYerusalem, besithi, Kumkani wamaYuda! Ngoko ke kuya kuvakala kukumkani ngokwaloo mazwi; yiza ke ngoko, sicebisane.

Unehemiya 6

Unehemiya 6:2-10