Unehemiya 6:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba bebebaninzi kwaYuda ababemfungele; ngokuba ebengumyeni kwaShekaniya unyana ka-Ara; noYohanan unyana wakhe ubezeke intombi kaMeshulam unyana kaBherekiya.

Unehemiya 6

Unehemiya 6:16-19