Unehemiya 6:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi zakukuva oko iintshaba zethu zonke, zoyika zonke iintlanga ezisijikelezileyo, zetha amandla emehlweni azo, zazi ukuba kuvele kuThixo wethu ukwenziwa kwalo msebenzi.

Unehemiya 6

Unehemiya 6:12-19