Unehemiya 5:18-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. Into ebe ilungiselelwa imini enye yaba yinkomo, neegusha ezikhethiweyo ezintandathu, neentaka, bekusenzelwa mna; neentlobo zonke ezininzi zewayini ngeentsuku ezilishumi; kuloo nto andibizanga kudla kwabamba, ngokuba yayinzima inkonzo phezu kwaba bantu.

19. NdĂ­khumbulele okulungileyo, Thixo wam, ngako konke endikwenzele aba bantu.

Unehemiya 5