Unehemiya 5:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke amabamba okuqala abephambi kwam enza kwaba nzima ebantwini, athabatha kubo isonka newayini; emveni koko athabatha amashumi amané eeshekele* zesilivere; kananjalo amadodana akwawo enza ngegunya ebantwini. Ke mna andenjanga njalo, ngokoyika uThixo.

Unehemiya 5

Unehemiya 5:9-19