Unehemiya 4:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndesuka, ndamisa ezindaweni ezisezantsi emva kodonga, ezindaweni ezibalelelwa lilanga, ndamisa abantu ngokwemizalwane, benamakrele abo, nezikhali zabo, nezaphetha zabo.

Unehemiya 4

Unehemiya 4:11-19