Unehemiya 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuva uSanebhalati ukuba sìyalwakha udonga, wasuka wavutha umsindo wakhe, waqumba kunene, wawangcikiva amaYuda.

Unehemiya 4

Unehemiya 4:1-8