Unehemiya 3:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngakubo kwakulungiswa nguMeremoti unyana kaUriya, unyana kaHakotse; ngakubo kulungiswa nguMeshulam unyana kaBherekiya, unyana kaMeshezabheli; ngakubo kulungiswa nguTsadoki unyana kaBhahana;

Unehemiya 3

Unehemiya 3:1-12