Unehemiya 3:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva kwakhe kwakulungiswa nguHananiya unyana kaShelemiya, noHanun unyana wesithandathu kaTsalafi, esinye isithuba. Emva kwakhe kwakulungiswa nguMeshulam unyana kaBherekiya, malunga negumbi lakhe.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:21-32