Unehemiya 3:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emva kwakhe kwazondelelwa kwalungiswa nguBharuki, unyana kaZabhayi, esinye isithuba; kwathabathela ekujikeni, kwesa emnyango wendlu kaEliyashibhi, umbingeleli omkhulu.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:12-30