Unehemiya 3:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Isango lomfula lalilungiswa nguHanun nabemi baseZanowa; bona balakha, bazifaka iingcango zalo nezitshixo zalo nemivalo yalo, newaka leekubhite* eludongeni, kwada kwesa esangweni lezàla.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:7-21