Unehemiya 2:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndafika kumabamba anganeno koMlambo, ndawanika iincwadi zokumkani. Ke kaloku ukumkani ubendikhuphele nam abathetheli bempi, nabamahashe.

Unehemiya 2

Unehemiya 2:8-14