Unehemiya 2:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kum (ukumkanikazi ehleli ngasecaleni lakhe), Uhambo lwakho loba lolwexesha elingakanani na? Wòbuya nini na? Kwalunga ke kukumkani ukundithuma, ndakuba ndimmisele ixesha.

Unehemiya 2

Unehemiya 2:2-11