Unehemiya 2:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndabaphendula, ndathi kubo, UThixo wamazulu nguye oya kusiphumelelisa; thina bakhonzi bakhe siya kusuka sakhe; ke nina aninasabelo nalungelo nasikhumbuzo eYerusalem.

Unehemiya 2

Unehemiya 2:14-20