Unehemiya 2:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndabaxelela ukulunga kwesandla soThixo wam phezu kwam, namazwi okumkani awawathethayo kum. Bathi, Masisuke sakhe. Bazomeleza izandla zabo ukuwenza lo msebenzi ulungileyo.

Unehemiya 2

Unehemiya 2:12-20