Unehemiya 2:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngenyanga enguNisan, ngomnyaka wamashumi amabini ka-Artashashta ukumkani, yabakho iwayini phambi kwakhe, ndayithabatha iwayini leyo, ndayinika ukumkani. Ke ndibe ndingazanga ndibonakale ndithe khunubembe phambi kwakhe.

Unehemiya 2

Unehemiya 2:1-2