Unehemiya 13:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekwenzekeni oko konke bendingekho eYerusalem; ngokuba, ngomnyaka wamashumi amathathu anesibini ka-Artashashta ukumkani waseBhabheli, ndaya kukumkani ekupheleni kwemihla, ndacela kukumkani ukuba ndibuye.

Unehemiya 13

Unehemiya 13:1-10