Unehemiya 12:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

lasongamela isango lakwaEfrayim, nesango lodonga oludala, nesango leentlanzi, nenqaba ende kaHananeli, nenqaba ende kaHameha, lada leza esangweni lempahla emfutshane, bamisa esangweni lentolongo.

Unehemiya 12

Unehemiya 12:29-41