Unehemiya 12:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Koonyana bababingeleli benamaxilongo yayinguZekariya unyana kaYonatan, unyana kaShemaya, unyana kaMataniya, unyana kaMikaya, unyana kaZakure, unyana ka-Asafu;

Unehemiya 12

Unehemiya 12:28-40