Unehemiya 11:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bonke oonyana bakaPeretse, ababehlala eYerusalem, ibingamakhulu amané, anamanci mathandathu anesibhozo, amadoda anobukroti.

Unehemiya 11

Unehemiya 11:1-10