Unehemiya 11:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

EYerusalem kwahlala ezoonyana bakaYuda, nezoonyana bakaBhenjamin. Koonyana bakaYuda: yanguAtaya, unyana kaUziya, unyana kaZekariya, unyana ka-Amariya, unyana kaShefatiya, unyana kaMahalaleli koonyana bakaPeretse;

Unehemiya 11

Unehemiya 11:1-5