Unehemiya 11:34-36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

34. naseHadidi, naseTsebhoyim, naseNebhalati,

35. naseLode, naseOno emfuleni weengcibi.

36. NakubaLevi kwaphuma amaqela kwaYuda, eza kwaBhenjamin.

Unehemiya 11