Unehemiya 11:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

noMataniya unyana kaMika, unyana kaZabhedi, unyana ka-Asafu, obengumhlabeli wezokudumisa emthandazweni, noBhakebhukiya, obengowesibini kubazalwana bakhe, noAbheda, unyana kaShamuwa, unyana kaGalali, unyana kaYedutun.

Unehemiya 11

Unehemiya 11:8-19