Unehemiya 11:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nabazalwana bakhe, iintloko zezindlu zooyise, bengamakhulu amabini, anamanci mané anababini; noAmashesayi, unyana ka-Azareli, unyana ka-Azayi, unyana kaMeshilemoti, unyana kaImere;

Unehemiya 11

Unehemiya 11:8-18