Unehemiya 10:8-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. noMahazeya, noBhilegayi, noShemaya; abo ngababingeleli.

9. AbaLevi: nguYeshuwa unyana ka-Azaniya, noBhinwi koonyana bakaHenadade, noKademiyeli.

10. Nabazalwana babo: nguShebhaniya, noHodiya, noKelita, noPelaya, noHanan,

11. noMika, noRehobhi, noHashabhiya,

12. noZakure, noSherebhiya, noShebhaniya,

13. noHodiya, noBhani, noBheninu.

14. Iintloko zabantu: nguParoshe, noPahati wakwaMowabhi, noElam, noZatu, noBhani,

15. noBhuni, noAzegadi, noBhebhayi,

16. noAdoniya, noBhigvayi, noAdin,

17. noAtere, noHezekiya, noAzure,

18. noHodiya, noHashum, noBhetsayi,

19. noHarifi, noAnatoti, noNebhayi,

Unehemiya 10