Unehemiya 10:1-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Abo ke bawutywinayo: nguNehemiya irhuluneli, unyana kaHakaliya, noZedekiya,

2. noSeraya, noAzariya, noYeremiya,

3. noPashure, noAmariya, noMalekiya,

4. noHatushe, noShebhaniya, noMaluki,

5. noHarim, noMeremoti, no-Obhadiya,

6. noDaniyeli, noGineton, noBharuki,

7. noMeshulam, noAbhiya, noMiyamin,

8. noMahazeya, noBhilegayi, noShemaya; abo ngababingeleli.

Unehemiya 10