1. Abo ke bawutywinayo: nguNehemiya irhuluneli, unyana kaHakaliya, noZedekiya,
2. noSeraya, noAzariya, noYeremiya,
3. noPashure, noAmariya, noMalekiya,
4. noHatushe, noShebhaniya, noMaluki,
5. noHarim, noMeremoti, no-Obhadiya,
6. noDaniyeli, noGineton, noBharuki,
7. noMeshulam, noAbhiya, noMiyamin,