Unehemiya 10:1-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Abo ke bawutywinayo: nguNehemiya irhuluneli, unyana kaHakaliya, noZedekiya, noSeraya, noAzariya, noYeremiya,