Unehemiya 1:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ke ukuba nithe nabuyela kum, nayigcina imithetho yam, nayenza, nokuba kuthe kwabakho kuni abagxothelwe ekupheleni kwezulu; ndobabutha nalapho, ndibazise kuloo ndawo ndiyinyulele ukulibeka kuyo igama lam.

Unehemiya 1

Unehemiya 1:7-11