Unehemiya 1:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kwafika uHanani, omnye wakubazalwana bam, enamadoda avela kwaYuda. Ndababuza iindaba zamaYuda, amasalela asindileyo ekuthinjweni, nezeYerusalem.

Unehemiya 1

Unehemiya 1:1-10