Unahum 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùyidlule ngokulunga yini na iNoka-Amon, eyamisa emijelweni yoMnayile, amanzi engeenxa zonke kuyo; elungqameko lwayo ibilulwandle, udonga lwayo lululwandle?

Unahum 3

Unahum 3:1-15