Unahum 1:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na ongémayo phambi kobhavumo lwakhe? Ngubani na ongáziphakamisayo ekuvutheni komsindo wakhe? Ubushushu bakhe buphalazeka njengomlilo, namawa ayadilizwa nguye.

Unahum 1

Unahum 1:3-14