Umika 7:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na onguThixo onjengawe, oxolela ubugwenxa, adlule esikreqweni samasalela elifa lakhe? Akawugcini unaphakade umsindo wakhe; kuba yena uthanda ukwenza inceba.

Umika 7

Umika 7:15-20