Wena uya kuhlwayela, ungàvuni; wena uya kuxovula umnquma, ungàzithambisi ngeoli; uxovule iwayini entsha, ungàseli wayini.