Umika 5:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amasalela akwaYakobi aya kuba phakathi kwezizwe ezininzi, njengombethe ophuma kuYehova, njengamathontsi emvula ebutyanini; engathembele mntwini, engalindele koonyana babantu.

Umika 5

Umika 5:2-8