Umika 5:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

úya kuma, aluse enamandla kaYehova, enobungangamsha begama likaYehova uThixo wakhe; bahlale; ngokuba ngoku úya kuba mkhulu, ese eziphelweni zehlabathi.

Umika 5

Umika 5:1-14