Umika 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, ekupheleni kwemihla, intaba yendlu kaYehova iya kuzinza encotsheni yazo iintaba, yona iziphakamele iinduli, zibe ngumsinga izizwe ukuya kuyo.

Umika 4

Umika 4:1-4