Umika 2:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena kùthiwa ùyindlu kaYakobi, úyazekaneka na uMoya kaYehova? kukwenza kwakhe na oku? Akalungisi na amazwi am kohamba ngokuthe tye?

Umika 2

Umika 2:1-10